Levitikus 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ukuba nithe anandiphulaphula, phezu kwako nje oko, ndiya kukongeza ukunibetha kwam izihlandlo ezisixhenxe ngenxa yezono zenu.+ Levitikus 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+
18 “‘Ukuba nithe anandiphulaphula, phezu kwako nje oko, ndiya kukongeza ukunibetha kwam izihlandlo ezisixhenxe ngenxa yezono zenu.+
21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+