IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+

  • IMizekeliso 28:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Abangendawo bayasaba kungekho ubasukelayo,+ kodwa amalungisa anjengengonyama entsha enentembelo.+

  • Isaya 30:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+

  • Hezekile 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye ukuba kwenzekile bathi kuwe, ‘Kungenxa yantoni na uncwina nje?’+ uze uthi, ‘Kungenxa yengxelo.’+ Kuba ngokuqinisekileyo iya kuza,+ yaye zonke iintliziyo zimele zinyibilike+ nezandla zonke zimele ziwe nomoya wonke umele udakumbe namadolo onke athontsize amanzi.+ ‘Khangela! Ngokuqinisekileyo iya kuza+ ize yenzeke,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share