Levitikus 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Okuseleyo kuwo kodliwa nguAron noonyana bakhe.+ Kuya kudliwa njengamaqebengwana angenagwele+ endaweni engcwele. Bakudle entendelezweni yentente yokuhlangana.
16 Okuseleyo kuwo kodliwa nguAron noonyana bakhe.+ Kuya kudliwa njengamaqebengwana angenagwele+ endaweni engcwele. Bakudle entendelezweni yentente yokuhlangana.