IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokwenza enye yezinto zonke uYehova ayalele ukuba zingenziwa,+ nokuba ubungazi, woba netyala yaye umele uphendule ngesiphoso sawo.+

  • Levitikus 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Lowo ukudlayo wophendula ngesiphoso sakhe,+ ngokuba eyihlambele into engcwele kaYehova; yaye loo mphefumlo wonqunyulwa ebantwini bakowawo.

  • Numeri 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa ukuba umntu ohlambulukileyo nongekho seluhambeni othe akakukhathalela ukulungiselela umbingelelo wepasika, loo mphefumlo umele unqunyulwe ungabikho phakathi kwabantu bakowawo,+ ngokuba awuwusondezanga umnikelo kaYehova ngexesha lawo elimisiweyo. Loo mntu wophendula+ ngesono sakhe.

  • Hezekile 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndaza mna ndathi: “Owu Nkosi enguMongami Yehova! Khangela! Umphefumlo wam awenziwanga nqambi;+ ndingazange ndidle nasidumbu nasilwanyana siqwengiweyo ukususela ebutsheni bam,+ kude kube ngoku, nasemlonyeni wam akuzange kungene nyama ingcolileyo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share