Levitikus 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yalela uAron noonyana bakhe, uthi, ‘Nguwo lo umthetho womnikelo otshiswayo:+ Umnikelo otshiswayo uya kuba seziko phezu kwesibingelelo ubusuku bonke kude kuse, nomlilo wesibingelelo wophenjwa kulo. Amosi 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ukuba ninikela kum iminikelo etshiswa kuphele,+ andiyi kukholiswa nayiloo minikelo yenu esisipho,+ ndingayi kukhangela nakuloo mibingelelo yenu yobudlelane yamathole atyetyisiweyo.+ Marko 12:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 yaye oku kumthanda ngentliziyo kabani iphela nangokuqonda kukabani kuphela nangamandla kabani ephela noku kuthanda ummelwane kabani njengaye kuxabiseke ngaphezulu lee kunayo yonke iminikelo etshiswa kuphele nemibingelelo.”+ Hebhere 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+ Hebhere 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akukholiswanga yiminikelo etshiswa kuphele nangumnikelo wesono.’+
9 “Yalela uAron noonyana bakhe, uthi, ‘Nguwo lo umthetho womnikelo otshiswayo:+ Umnikelo otshiswayo uya kuba seziko phezu kwesibingelelo ubusuku bonke kude kuse, nomlilo wesibingelelo wophenjwa kulo.
22 Kodwa ukuba ninikela kum iminikelo etshiswa kuphele,+ andiyi kukholiswa nayiloo minikelo yenu esisipho,+ ndingayi kukhangela nakuloo mibingelelo yenu yobudlelane yamathole atyetyisiweyo.+
33 yaye oku kumthanda ngentliziyo kabani iphela nangokuqonda kukabani kuphela nangamandla kabani ephela noku kuthanda ummelwane kabani njengaye kuxabiseke ngaphezulu lee kunayo yonke iminikelo etshiswa kuphele nemibingelelo.”+
5 Ngoko ke xa engena ehlabathini uthi: “‘Akufunanga mbingelelo namnikelo,+ kodwa undilungiselele umzimba.+