Eksodus 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko wathuma abafana bakoonyana bakaSirayeli, banikela iminikelo etshiswayo baza babingelela imibingelelo ngeenkunzi zeenkomo, yaba yimibingelelo yobudlelane+ kuYehova. Levitikus 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli,+ uthi kubo, ‘Ukuba kwenzekile umntu kuni wasondeza kuYehova umnikelo wesilwanyana sasekhaya, nowusondeza umnikelo lowo wenu niwuthabatha emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu.
5 Emva koko wathuma abafana bakoonyana bakaSirayeli, banikela iminikelo etshiswayo baza babingelela imibingelelo ngeenkunzi zeenkomo, yaba yimibingelelo yobudlelane+ kuYehova.
2 “Thetha koonyana bakaSirayeli,+ uthi kubo, ‘Ukuba kwenzekile umntu kuni wasondeza kuYehova umnikelo wesilwanyana sasekhaya, nowusondeza umnikelo lowo wenu niwuthabatha emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu.