Levitikus 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wayithabatha uMoses incum+ wayitshangatshangisa yaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Yaba sisahlulo+ sikaMoses eso kwinkunzi yegusha leyo yomiselo, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Numeri 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Inyama yawo yoba yeyakho. Njengencum yomnikelo otshangatshangiswayo nanjengomlenze wasekunene, yoba yeyakho.+
29 Wayithabatha uMoses incum+ wayitshangatshangisa yaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Yaba sisahlulo+ sikaMoses eso kwinkunzi yegusha leyo yomiselo, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
18 Inyama yawo yoba yeyakho. Njengencum yomnikelo otshangatshangiswayo nanjengomlenze wasekunene, yoba yeyakho.+