Levitikus 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kubo oonyana bakaSirayeli wothetha, uthi, ‘Thabathani inkunzi yebhokhwe+ yomnikelo wesono nethole lenkomo netakane legusha eliyinkunzi,+ ezinonyaka ubudala, eziphilileyo, zibe ngumnikelo otshiswayo, Levitikus 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wasondeza umnikelo wabantu+ waza wathabatha ibhokhwe yomnikelo wesono ongowabantu, wayixhela, wenza umnikelo wesono ngayo njengeyokuqala.
3 Kubo oonyana bakaSirayeli wothetha, uthi, ‘Thabathani inkunzi yebhokhwe+ yomnikelo wesono nethole lenkomo netakane legusha eliyinkunzi,+ ezinonyaka ubudala, eziphilileyo, zibe ngumnikelo otshiswayo,
15 Wasondeza umnikelo wabantu+ waza wathabatha ibhokhwe yomnikelo wesono ongowabantu, wayixhela, wenza umnikelo wesono ngayo njengeyokuqala.