Eksodus 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ibe sebunzi kuAron, ukuze aphendule uAron ngesiphoso esenziwe nxamnye nezinto ezingcwele,+ abazingcwalisayo oonyana bakaSirayeli, oko kukuthi, zonke izipho zabo ezingcwele; yaye imele ihlale isebunzi kuye rhoqo, ukuze bakholeke+ phambi koYehova. Numeri 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wathi uYehova kuAron: “Wena ndawonye noonyana bakho nendlu kayihlo niya kuphendula ngesiphoso esiphathelele ingcwele,+ yaye wena ndawonye noonyana bakho niya kuphendula ngesiphoso esiphathelele ububingeleli benu.+ Isaya 53:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+ Yohane 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+ 2 Korinte 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye. Hebhere 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+ 1 Petros 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+
38 Ibe sebunzi kuAron, ukuze aphendule uAron ngesiphoso esenziwe nxamnye nezinto ezingcwele,+ abazingcwalisayo oonyana bakaSirayeli, oko kukuthi, zonke izipho zabo ezingcwele; yaye imele ihlale isebunzi kuye rhoqo, ukuze bakholeke+ phambi koYehova.
18 Wathi uYehova kuAron: “Wena ndawonye noonyana bakho nendlu kayihlo niya kuphendula ngesiphoso esiphathelele ingcwele,+ yaye wena ndawonye noonyana bakho niya kuphendula ngesiphoso esiphathelele ububingeleli benu.+
11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+
21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.
28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+
24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+