Levitikus 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+ Levitikus 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Wolithabatha elinye lamahobe asendle nokuba lelinye lamantshontsho amavukuthu anokuwafumana,+ Levitikus 14:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Yaye ukuze ayisulungekise esonweni loo ndlu, wothabatha iintaka zibe mbini+ nomsedare+ nomchako omfusa+ nehisope.
14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+
49 Yaye ukuze ayisulungekise esonweni loo ndlu, wothabatha iintaka zibe mbini+ nomsedare+ nomchako omfusa+ nehisope.