Levitikus 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe,+ kube yeyona nto ingcwele+ yomnikelo kaYehova wasemlilweni. Levitikus 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Njengoko unjalo umnikelo wesono, unjalo nomnikelo wetyala. Mnye umthetho wayo.+ Umbingeleli ocamagushela ngawo, woba ngowakhe. 1 Korinte 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo? 1 Korinte 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khangelani kwabo bangamaSirayeli ngokwenyama:+ Abo batya imibingelelo ababi nesabelo kunye nesibingelelo na?+
3 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe,+ kube yeyona nto ingcwele+ yomnikelo kaYehova wasemlilweni.
7 Njengoko unjalo umnikelo wesono, unjalo nomnikelo wetyala. Mnye umthetho wayo.+ Umbingeleli ocamagushela ngawo, woba ngowakhe.
13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?
18 Khangelani kwabo bangamaSirayeli ngokwenyama:+ Abo batya imibingelelo ababi nesabelo kunye nesibingelelo na?+