Levitikus 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Xa nithe ekugqibeleni nafika kulo ilizwe endininika lona, navuna isivuno salo, nimele nizise kumbingeleli isithungu sentlahlela+ yesivuno senu. Numeri 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Niwela iYordan nisiya ezweni laseKanan.+ Duteronomi 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Kothi xa ekugqibeleni uthe wangena ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, walihlutha waza wahlala kulo,+
10 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Xa nithe ekugqibeleni nafika kulo ilizwe endininika lona, navuna isivuno salo, nimele nizise kumbingeleli isithungu sentlahlela+ yesivuno senu.
26 “Kothi xa ekugqibeleni uthe wangena ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, walihlutha waza wahlala kulo,+