IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Kothi ke, xa nithe naziphulaphula ezi zigwebo, nazigcina, nazenza,+ akugcinele umnqophiso+ nobubele bothando uYehova uThixo wakho awafunga ngazo kookhokho bakho.+

  • Duteronomi 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.

  • IMizekeliso 3:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Isiqalekiso sikaYehova sisendlwini yongendawo,+ kodwa indawo yokuhlala yabo bangamalungisa uyayisikelela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share