Hebhere 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye ngenxa yabo ubophelelekile ukuba azenzele iminikelo yezono njengoko kukwanjalo nangabantu.+ Hebhere 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)
27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)