IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Isabatha yelizwe yoba kukudla kuni, kuwe nakwikhoboka lakho nakwikhobokazana lakho nakumqeshwa wakho nakumfiki ophambukele kuwe,

  • Duteronomi 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+

  • Rute 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko waphakama ukuze abhikice.+ Ke kaloku uBhohazi wayalela abafana bakhe, esithi: “Myekeni abhikice naphakathi kwezithungu, yaye ningamkhathazi.+

  • INdumiso 140:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiyazi ukuba uYehova uya kuliphumeza+

      Ibango elisemthethweni loxhwalekileyo, umgwebo wamahlwempu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share