Duteronomi 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Ningoonyana kuYehova uThixo wenu.+ Nize ningazicenti+ okanye nizichebe+ emabunzini enu ngenxa yomntu ofileyo. Yeremiya 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+
14 “Ningoonyana kuYehova uThixo wenu.+ Nize ningazicenti+ okanye nizichebe+ emabunzini enu ngenxa yomntu ofileyo.
6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+