Nehemiya 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+ Yobhi 28:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Waza wahlabela mgama wathi kumntu,‘Khangela! Ukoyika uYehova—bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+ IMizekeliso 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukoyika uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Ubulumko nengqeqesho koko izidenge nje zikudelileyo.+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. 1 Petros 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+
9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+
28 Waza wahlabela mgama wathi kumntu,‘Khangela! Ukoyika uYehova—bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+