Levitikus 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mababe ngcwele kuThixo wabo,+ bangalihlambeli igama loThixo wabo,+ kuba ngabo abasondeza umnikelo wasemlilweni kaYehova, isonka soThixo wabo;+ ngoko ke bamele babe ngcwele.+ INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ INdumiso 135:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Owu Yehova, igama lakho likho ukusa kwixesha elingenammiselo.+Owu Yehova, isikhumbuzo sakho sikwizizukulwana ngezizukulwana.+
6 Mababe ngcwele kuThixo wabo,+ bangalihlambeli igama loThixo wabo,+ kuba ngabo abasondeza umnikelo wasemlilweni kaYehova, isonka soThixo wabo;+ ngoko ke bamele babe ngcwele.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
13 Owu Yehova, igama lakho likho ukusa kwixesha elingenammiselo.+Owu Yehova, isikhumbuzo sakho sikwizizukulwana ngezizukulwana.+