Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+ INdumiso 78:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wahlukanisa amawa entlango,+Ukuze awabangele asele okuninzi kanye njengamanzi anzongonzongo.+ INdumiso 105:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wavula iliwa, kwaqukuqela amanzi;+Wona ehla njengomlambo kwimimandla engumqwebedu.+ INdumiso 114:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Otshintsha iliwa libe lichibi lamanzi elineengcongolo,+Ilitye leqhwitha libe ngumthombo wamanzi.+ Isaya 43:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Irhamncwa lasendle liya kundizukisa,+ oodyakalashe neenciniba;+ ngenxa yokuba ndiya kuvelisa amanzi entlango,+ nemilambo enkqantosini, ukuze ndiseze abantu bam, onyuliweyo wam,+ Isaya 48:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwaye abazange banxanwe+ xa wayebahambisa nkqu nakwiindawo eziphanzileyo.+ Wabatsitsisela amanzi eliweni, wacanda iliwa ukuze kumpompoze amanzi.”+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+
20 Irhamncwa lasendle liya kundizukisa,+ oodyakalashe neenciniba;+ ngenxa yokuba ndiya kuvelisa amanzi entlango,+ nemilambo enkqantosini, ukuze ndiseze abantu bam, onyuliweyo wam,+
21 Kwaye abazange banxanwe+ xa wayebahambisa nkqu nakwiindawo eziphanzileyo.+ Wabatsitsisela amanzi eliweni, wacanda iliwa ukuze kumpompoze amanzi.”+