17 Waza uSirayeli wathumela abathunywa kukumkani wakwaEdom,+ esithi: “Nceda, undivumele, ndidlule elizweni lakho,” yaye ukumkani wakwaEdom akazange aphulaphule. Wathumela nakukumkani wakwaMowabhi,+ kwaye akazange avume. Yaye uSirayeli waqhubeka ehlala eKadeshe.+