Eksodus 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+ Eksodus 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye abenza bakrakra ubomi babo ngokubatsalisa nzima ebukhobokeni, besenza udaka lodongwe+ nezitena nawo wonke umsebenzi wobukhoboka wasendle,+ ewe, wonke umsebenzi wobukhoboka ababanyanzela ngobuzwilakhe ukuba bawenze.+ Duteronomi 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Asiphatha kakubi amaYiputa, asixhwalekisa, asikhobokisa kalukhuni.+ IZenzo 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yena wasebenzisa ubuqotha-qikili ngokunxamnye nesizwe sethu+ waza wanyanzelisa kakubi oobawo ukuba bazilahle iintsana zabo, ukuze zingagcinwa ziphila.+
11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+
14 Yaye abenza bakrakra ubomi babo ngokubatsalisa nzima ebukhobokeni, besenza udaka lodongwe+ nezitena nawo wonke umsebenzi wobukhoboka wasendle,+ ewe, wonke umsebenzi wobukhoboka ababanyanzela ngobuzwilakhe ukuba bawenze.+
19 Yena wasebenzisa ubuqotha-qikili ngokunxamnye nesizwe sethu+ waza wanyanzelisa kakubi oobawo ukuba bazilahle iintsana zabo, ukuze zingagcinwa ziphila.+