Genesis 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wabhubha ke uAbraham, wafa eyingwevu enkulu, aluphele yaye anelisekile, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo.+ Numeri 33:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+ Duteronomi 32:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Wothi ke ufele entabeni leyo onyukela kuyo, uze uhlanganiselwe kubantu bakowenu,+ kanye njengoko umntakwenu uAron wafela eNtabeni yeHore+ waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo;
8 Wabhubha ke uAbraham, wafa eyingwevu enkulu, aluphele yaye anelisekile, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo.+
38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+
50 Wothi ke ufele entabeni leyo onyukela kuyo, uze uhlanganiselwe kubantu bakowenu,+ kanye njengoko umntakwenu uAron wafela eNtabeni yeHore+ waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo;