Yoshuwa 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 NoBhileham unyana kaBhehore,+ umvumisi,+ wayengomnye wababulawa ngoonyana bakaSirayeli ngekrele kunye nababulawayo babo. Yoshuwa 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uBhalaki unyana kaTsipore,+ ukumkani wakwaMowabhi, wasuka waya kulwa noSirayeli.+ Ngoko wathumela waza wabiza uBhileham unyana kaBhehore ukuze aniqalekise.+ 2 Petros 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+ Yuda 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+
22 NoBhileham unyana kaBhehore,+ umvumisi,+ wayengomnye wababulawa ngoonyana bakaSirayeli ngekrele kunye nababulawayo babo.
9 Waza uBhalaki unyana kaTsipore,+ ukumkani wakwaMowabhi, wasuka waya kulwa noSirayeli.+ Ngoko wathumela waza wabiza uBhileham unyana kaBhehore ukuze aniqalekise.+
15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+
11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+