IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye ndiya kukwenza ube luhlanga olukhulu ndize ndikusikelele, ndilenze libe likhulu igama lakho; ube yintsikelelo.+

  • Genesis 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+

  • Numeri 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Khangela! Ndithatyathelwe ukuba ndisikelele,

      Usikelele Yena,+ yaye andinakukurhoxisa oko.+

  • Duteronomi 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Akazange avume uYehova uThixo wakho ukumphulaphula uBhileham;+ wasuka uYehova uThixo wakho wakuguqulela isiqalekiso saba yintsikelelo,+ kuba wayekuthanda uYehova uThixo wakho.+

  • Duteronomi 33:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Unoyolo, Sirayeli!+

      Ngubani na onjengawe,+

      Sizwana esisindiswe nguYehova,+

      Olikhakha loncedo lwakho,+

      Nekrele lobuhandiba bakho?+

      Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+

      Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share