Numeri 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngabo ke abo ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise; bonke ababhaliswayo enkampini ngokwemikhosi yabo baba ngamakhulu amathandathu anesithathu amawaka anamakhulu mahlanu anamashumi mahlanu.+ Numeri 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ‘Khangela! Kuphume abantu eYiputa, bawugubungela umhlaba ukufikelela ekupheleni kokubona kwamehlo.+ Ngoko ke yiza, undishwabulelele bona.+ Mhlawumbi ndingakwazi ukulwa nabo, ndibagxothe.’”
32 Ngabo ke abo ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise; bonke ababhaliswayo enkampini ngokwemikhosi yabo baba ngamakhulu amathandathu anesithathu amawaka anamakhulu mahlanu anamashumi mahlanu.+
11 ‘Khangela! Kuphume abantu eYiputa, bawugubungela umhlaba ukufikelela ekupheleni kokubona kwamehlo.+ Ngoko ke yiza, undishwabulelele bona.+ Mhlawumbi ndingakwazi ukulwa nabo, ndibagxothe.’”