Numeri 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa uBhileham waphendula wathi kubakhonzi bakaBhalaki: “Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe izele yisilivere negolide, andinako ukuwugqitha umyalelo kaYehova uThixo wam, ndenze okuncinane nokuba kokukhulu.+ Numeri 22:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi uBhileham kuBhalaki: “Naku ke ndifikile kuwe. Ndinganako na ukuthetha okuthile?+ Ilizwi alibekayo uThixo emlonyeni wam ndiya kuthetha lona.”+
18 Kodwa uBhileham waphendula wathi kubakhonzi bakaBhalaki: “Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe izele yisilivere negolide, andinako ukuwugqitha umyalelo kaYehova uThixo wam, ndenze okuncinane nokuba kokukhulu.+
38 Wathi uBhileham kuBhalaki: “Naku ke ndifikile kuwe. Ndinganako na ukuthetha okuthile?+ Ilizwi alibekayo uThixo emlonyeni wam ndiya kuthetha lona.”+