Numeri 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke wathetha ngomzekeliso+ wathi: “UBhalaki ukumkani wakwaMowabhi undithabathe kwa-Aram,+Ezintabeni zasempuma esithi:‘Yiza, undiqalekisele uYakobi.Ewe, yiza, uqalekise uSirayeli.’+
7 Wandula ke wathetha ngomzekeliso+ wathi: “UBhalaki ukumkani wakwaMowabhi undithabathe kwa-Aram,+Ezintabeni zasempuma esithi:‘Yiza, undiqalekisele uYakobi.Ewe, yiza, uqalekise uSirayeli.’+