Genesis 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 amaKeni+ namaKenizi namaKadimon ABagwebi 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+
16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+