Genesis 29:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala. Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ 1 Kronike 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+— Hebhere 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba kucace mhlophe ukuba iNkosi yethu iphume kwaYuda,+ sizwe eso uMoses angathethanga nto ngaso ngokuphathelele ababingeleli.
35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala.
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—
14 Kuba kucace mhlophe ukuba iNkosi yethu iphume kwaYuda,+ sizwe eso uMoses angathethanga nto ngaso ngokuphathelele ababingeleli.