Genesis 38:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaphinda yazala unyana yaza yamthiya igama elinguShela. Waye ke eseAkezibhi ngexesha lokumzala kwayo.+ Genesis 38:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wazihlolisisa ke uYuda waza wathi:+ “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ ngenxa yokuba ndingamnikelanga kuShela unyana wam.”+ Yaye akaphindanga waneentlobano zokwazana naye emva koko.+ 1 Kronike 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Oonyana bakaShela+ unyana kaYuda yayinguEre uyise kaLeka noLahada uyise kaMareshaha neentsapho zendlu yabasebenza ngelaphu elicikizekileyo+ bendlu ka-Ashbheya;
5 Yaphinda yazala unyana yaza yamthiya igama elinguShela. Waye ke eseAkezibhi ngexesha lokumzala kwayo.+
26 Wazihlolisisa ke uYuda waza wathi:+ “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ ngenxa yokuba ndingamnikelanga kuShela unyana wam.”+ Yaye akaphindanga waneentlobano zokwazana naye emva koko.+
21 Oonyana bakaShela+ unyana kaYuda yayinguEre uyise kaLeka noLahada uyise kaMareshaha neentsapho zendlu yabasebenza ngelaphu elicikizekileyo+ bendlu ka-Ashbheya;