Eksodus 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wathi uMoses kumkhwe wakhe: “Kungenxa yokuba abantu beza kum ukuze ndibabuzele kuThixo.+ Eksodus 33:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova wathetha kuMoses ubuso ngobuso,+ njengomntu ethetha nedlelane lakhe. Xa wabuyela enkampini, umlungiseleli wakhe+ uYoshuwa, unyana kaNun,+ ongumlindi, akasukanga yena ngaphakathi kwentente leyo. Levitikus 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bamfaka eluvalelweni+ ade uYehova avakalise ngokuqondakalayo into emayenziwe ngaye.+
11 UYehova wathetha kuMoses ubuso ngobuso,+ njengomntu ethetha nedlelane lakhe. Xa wabuyela enkampini, umlungiseleli wakhe+ uYoshuwa, unyana kaNun,+ ongumlindi, akasukanga yena ngaphakathi kwentente leyo.