IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+

      Sabambelela elugwebeni isandla sam,+

      Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+

      Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+

  • INdumiso 94:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+

      Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+

  • Isaya 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+

  • Nahum 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UYehova nguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo+ nophindezelayo; yekaYehova impindezelo+ nengqumbo.+ UYehova uyaziphindezela kwiintshaba zakhe,+ yaye uyazicaphukela iintshaba zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share