Genesis 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Genesis 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+ Genesis 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+
15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+
13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+