IMizekeliso 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Aboni basukelwa yintlekele,+ kodwa amalungisa avuzwa ngokulungileyo.+ Isaya 59:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba iye yaba ninzi imvukelo yethu phambi kwakho;+ ke zona izono zethu, ngasinye siyangqina nxamnye nathi.+ Kuba imvukelo yethu ikuthi; yaye ke zona iziphoso zethu, sizazi kakuhle.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
12 Kuba iye yaba ninzi imvukelo yethu phambi kwakho;+ ke zona izono zethu, ngasinye siyangqina nxamnye nathi.+ Kuba imvukelo yethu ikuthi; yaye ke zona iziphoso zethu, sizazi kakuhle.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+