Numeri 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wathumela abathile uMoses ukuba baye kuhlola iYazere.+ Ngoko bazithimba iidolophu eziphantsi kwayo baza bawahlutha ilizwe lawo ama-Amori awayelapho.+ Yoshuwa 13:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 yaye ummandla wabo waba yiYazere+ nazo zonke izixeko zaseGiliyadi+ nesiqingatha selizwe loonyana baka-Amoni+ ukuya kufikelela eArohere,+ ephambi kwaseRabha;+
32 Wathumela abathile uMoses ukuba baye kuhlola iYazere.+ Ngoko bazithimba iidolophu eziphantsi kwayo baza bawahlutha ilizwe lawo ama-Amori awayelapho.+
25 yaye ummandla wabo waba yiYazere+ nazo zonke izixeko zaseGiliyadi+ nesiqingatha selizwe loonyana baka-Amoni+ ukuya kufikelela eArohere,+ ephambi kwaseRabha;+