Numeri 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wandula ke wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uye kule ntaba yeAbharim+ ukuze ulibone ilizwe endiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilinike oonyana bakaSirayeli.+ Duteronomi 32:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 “Nyuka uye kule ntaba yaseAbharim,+ eNtabeni yeNebho,+ esezweni lakwaMowabhi, elikhangelene neYeriko, uze ulibone ilizwe lakwaKanan, endilinika oonyana bakaSirayeli njengelifa.+
12 Wandula ke wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uye kule ntaba yeAbharim+ ukuze ulibone ilizwe endiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilinike oonyana bakaSirayeli.+
49 “Nyuka uye kule ntaba yaseAbharim,+ eNtabeni yeNebho,+ esezweni lakwaMowabhi, elikhangelene neYeriko, uze ulibone ilizwe lakwaKanan, endilinika oonyana bakaSirayeli njengelifa.+