Eksodus 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UAron wathabatha uElishebha, intombi ka-Aminadabhi, udade boNashon,+ waba ngumfazi wakhe. Kamva wamzalela uNadabhi noAbhihu, uEleyazare noItamare.+ Luka 3:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 unyana ka-Aminadabhi,+unyana ka-Arni,+unyana kaHetseron,+unyana kaPeretse,+unyana kaYuda,+
23 UAron wathabatha uElishebha, intombi ka-Aminadabhi, udade boNashon,+ waba ngumfazi wakhe. Kamva wamzalela uNadabhi noAbhihu, uEleyazare noItamare.+