Eksodus 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+ Eksodus 40:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi ke ngenyanga yokuqala, ngonyaka wesibini, ngosuku lokuqala enyangeni leyo, wamiswa umnquba.+
2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+
17 Kwathi ke ngenyanga yokuqala, ngonyaka wesibini, ngosuku lokuqala enyangeni leyo, wamiswa umnquba.+