Eksodus 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+ Numeri 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Baza bathetha abantu nxamnye noThixo+ noMoses bathi:+ “Yini na ukuba nisinyuse eYiputa ukuba size kufela entlango?+ Ngokuba akukho sonka namanzi apha,+ yaye umphefumlo wethu uyasenyanya esi sonka sinkatshunkatshu.”+
35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+
5 Baza bathetha abantu nxamnye noThixo+ noMoses bathi:+ “Yini na ukuba nisinyuse eYiputa ukuba size kufela entlango?+ Ngokuba akukho sonka namanzi apha,+ yaye umphefumlo wethu uyasenyanya esi sonka sinkatshunkatshu.”+