Eksodus 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wehla uYehova+ esefini waza wema khona kunye naye, wavakalisa igama likaYehova.+ Numeri 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wandula ke wehla uYehova ngelifu,+ wathetha kuye,+ wacaphula umoya okuye,+ wawubeka kwindoda nganye enkulu kulawo angamashumi asixhenxe. Wathi wakuhlala umoya phezu kwawo, aprofeta; kodwa akaphindanga kwakhona.+ INdumiso 99:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waqhubeka ethetha nabo ngomqulu welifu.+Bazigcina izikhumbuzo zakhe nommiselo awabanika wona.+
25 Wandula ke wehla uYehova ngelifu,+ wathetha kuye,+ wacaphula umoya okuye,+ wawubeka kwindoda nganye enkulu kulawo angamashumi asixhenxe. Wathi wakuhlala umoya phezu kwawo, aprofeta; kodwa akaphindanga kwakhona.+