Numeri 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wawiswa ke umnquba,+ baza banduluka oonyana bakaGershon+ noonyana bakaMerari+ bewuthwele umnquba. Numeri 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Anduluka amaKohati ethwele ingcwele,+ njengoko wona ayewumisa umnquba bengekafiki bona.