Isaya 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+ 1 Tesalonika 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+
12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+
8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+