IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Yaye kothi ke ekuweveni kukabani lowo amazwi esi sifungo,+ azikhohlise entliziyweni yakhe, esithi, ‘Mna ndiya kuba seluxolweni,+ ngoxa ndisenza ngokobulukhuni bentliziyo yam,’+ kuze oko kuphumele ekubeni kutshayelwe kokubini osele wahlutha kwanonxaniweyo,

  • ABagwebi 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Wonke ke ubani, wayesenza oko kwakulungile kwawakhe amehlo.+

  • Yobhi 31:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ukuba ukunyathela kwam kuyaphambuka endleleni,+

      Okanye intliziyo yam ilandele amehlo am,+

      Okanye kukho isiphene esinamathele ezintendeni zezandla zam,+

  • Yeremiya 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kodwa baqhubeka belandela ubulukhuni bentliziyo yabo+ nemifanekiso kaBhahali,+ ababafundisa ngayo ooyise;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share