Numeri 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 AbaLevi umele ubanike uAron noonyana bakhe. Bona bangabanikelweyo, benikelwe kuye bevela koonyana bakaSirayeli.+ Numeri 3:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Yaye uze undithabathele—mna Yehova—abaLevi esikhundleni samazibulo onke oonyana bakaSirayeli,+ nezilwanyana zasekhaya zabaLevi esikhundleni samazibulo onke ezilwanyana zasekhaya zoonyana bakaSirayeli.”+
9 AbaLevi umele ubanike uAron noonyana bakhe. Bona bangabanikelweyo, benikelwe kuye bevela koonyana bakaSirayeli.+
41 Yaye uze undithabathele—mna Yehova—abaLevi esikhundleni samazibulo onke oonyana bakaSirayeli,+ nezilwanyana zasekhaya zabaLevi esikhundleni samazibulo onke ezilwanyana zasekhaya zoonyana bakaSirayeli.”+