Eksodus 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+ Duteronomi 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ilizwi athe walithetha umprofeti egameni likaYehova laza alenzeka okanye alazaliseka, lilo elo ilizwi angalithethanga uYehova. Uthethe ngokukhukhumala umprofeti lowo.+ Uze ungothuswa nguye.’+ Yohane 5:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.
12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+
22 ilizwi athe walithetha umprofeti egameni likaYehova laza alenzeka okanye alazaliseka, lilo elo ilizwi angalithethanga uYehova. Uthethe ngokukhukhumala umprofeti lowo.+ Uze ungothuswa nguye.’+
36 Kodwa ndinobungqina obukhulu ngakumbi kunobo bukaYohane, kuba yona kanye imisebenzi uBawo andabele ukuba ndiyifeze, misebenzi leyo ngokwayo endiyenzayo,+ inikela ubungqina ngam bokuba uBawo undithumile.