IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+

  • Genesis 46:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokubhekele phaya, bayithabatha imihlambi yabo nempahla yabo ababeyiqwebile ezweni lakwaKanan.+ Ekugqibeleni bafika eYiputa, uYakobi nayo yonke inzala yakhe.

  • Eksodus 22:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+

  • Levitikus 19:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Makabe njengenzalelwane yenu umphambukeli lowo uphambukele kuni; yaye uze umthande njengawe,+ ngokuba nani naningabaphambukeli ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.

  • INdumiso 105:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 USirayeli weza eYiputa,+

      NoYakobi waba ngumphambukeli kwilizwe lakwaHam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share