Duteronomi 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nize ke nikunyamekele ukuyigcina yonke imimiselo nezigwebo+ endizibeka phambi kwenu namhlanje.+ Duteronomi 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Namhla uYehova uThixo wakho uyakuyalela ukuba uyenze le mimiselo nezi zigwebo;+ yaye uze uzigcine ke, uzenze ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke.+ Luka 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kodwa yena wathi: “Hayi, kunoko, Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baze baligcine!”+
16 “Namhla uYehova uThixo wakho uyakuyalela ukuba uyenze le mimiselo nezi zigwebo;+ yaye uze uzigcine ke, uzenze ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke.+