Duteronomi 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+ Hezekile 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. Mateyu 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+ IZenzo 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.
17 Kuba uYehova uThixo wenu nguTHIXO woothixo+ neNKOSI yeenkosi,+ nguTHIXO omkhulu, onamandla nowoyikekayo,+ ongakhethi buso+ nongamkeli sinyobo,+
12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.