Mika 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uya kuhlwayela imbewu, kodwa akuyi kuvuna. Uya kuxovula iziqhamo zomnquma, kodwa akuyi kuzithambisa ngeoli; kwanewayini enencasa, kodwa akuyi kusela wayini.+
15 Uya kuhlwayela imbewu, kodwa akuyi kuvuna. Uya kuxovula iziqhamo zomnquma, kodwa akuyi kuzithambisa ngeoli; kwanewayini enencasa, kodwa akuyi kusela wayini.+