Isaya 55:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kuba iingcamango zenu asizizo iingcamango zam,+ neendlela zam asizizo iindlela zenu,”+ utsho uYehova. Roma 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe! 1 Korinte 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba “ngubani na oyaziyo ingqondo kaYehova,+ ukuze amyalele?”+ Kodwa sinayo ingqondo+ kaKristu.
8 “Kuba iingcamango zenu asizizo iingcamango zam,+ neendlela zam asizizo iindlela zenu,”+ utsho uYehova.
33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe!